
Kukh’indawo, intnliziyo Wayenz’u uThixo yafihlakala Kukh’indawo, intnliziyo Wayenz’u uThixo yafihlakala Angek’uzazi iingcinga zomntu Neendlela zakhe zaziwa nguye Angek’uzazi iingcinga zomntu Neendlela zakhe ahamba ngazo Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Undihlambe intliziyo Ndingekalali kobu buthongo Undihlambe ezonweni Ndigekalali kobu buthongo Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Ingakwenz uzibuz' Imibuzo engaphendulekiyo Ingakwenza ungalal' ebusuku Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Lent' uyenzayo (Kanti zisetshe wena, ngokwakho) Noba wenzani, uzenzela wena Lent' uyenzayo (Kanti zisetshe wena, ngokwakho) Noba wenzani, uzenzela wena Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kukh' indawo intliziyo Wayenz' uThixo yafihlakala Kukh' indawo intliziyo Wayenz' uThixo yafihlakala
Песен-НИКИ
Загрузка...
Другие песни Nathi
Все песни →Похожие песни

Бигасс
SODA LUV
Ничего личного
Русский рэп201975,446

Бандана
Платина
РНБ КЛУБ
Русский рэп201859,980

Свадебное путешествие
Александр Буйнов
Острова любви
Русская эстрада199954,906

Каспий жағалауы
Azamat
Поп200134,438

Шпилька-каблучок
Лолита
Анатомия
Русская эстрада201433,308

Девочка 2D
Dead Rave
Singles 15-17
Русский рэп201828,891

