
Uyenza b’hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Ngeliny' ixesha sthandwa sam Kuba ngathi awulbon' uthando lwam Ngelinye ixesha sthandwa sam Ndiba ngazama, awubon' umzamo wam Kodwa xa ndingekho phambi kwakho Uyayazi kuba njani na Kuba xa ungekho phambi kwam Ndiyayazi kuba njani kum Uyenza b’hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b’hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Usakhumbul' uba Kukh' izithembiso esazenzayo Phambi komfundisi nabantu Kuba wawuthe uzawuba nami Noba kunjan Ebuhleni nasebubini Ndiyamangala xa izaba nguwe lo Ofun' uhamba Ufun' uthath' intozakh' ugoduke Ndiyamangala xa izawuba nguwe lo Ufun' ugoduka Ngenxa yoba ndingenamali Uyenza b’hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b’hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Yeyani? Lemibuzo ndinayo ngawe Yeyani, yeyani na? Kutheni ndizibuza le mibuzo Uyenza b’hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b’hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku
Песен-НИКИ
Загрузка...
Другие песни Nathi
Все песни →Похожие песни

Бигасс
SODA LUV
Ничего личного
Русский рэп201975,446

Бандана
Платина
РНБ КЛУБ
Русский рэп201859,980

Свадебное путешествие
Александр Буйнов
Острова любви
Русская эстрада199954,906

Каспий жағалауы
Azamat
Поп200134,438

Шпилька-каблучок
Лолита
Анатомия
Русская эстрада201433,308

Девочка 2D
Dead Rave
Singles 15-17
Русский рэп201828,891

