
Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' intsente Kudala ndibon' izinto Sekulithuba ndiphansi kwelanga Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Nqanda mhlekazi Ubudis' amacango ngoko Kubhidanis' ukuthetha kwabo Ndicel' ukubenza bangavani Kuba ndibona ngonyamelo Kunye nesidubedube Mini nobusuku ujikelezana neendonga Seziyaphuphumala Ubugwaja nobutshijolo Nakwiindawo zemfutho Bahleli ngengcindezelo Nobukrelemnqa Buhlel' ezingqondweni zabo Hayi, andinanto kwenza mna namamenemene Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' intsente Kudala ndibon' izinto Sekulithuba ndiphansi kwelanga Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Zahlekisa ngam zonk' intshaba zam Zazisithi kum «uyakufa nini na Kakad' ungabi sakhunjulwa?» Nakba beze kundivelela Ndyabazi nabo ngokungand’nced' Belapha nje bazoqokelel' indaba zam Bazohamba beyisasaza intlebendwane Uzova besithi «Akasobe abe savuka Asikuko, sekebuthwa njenge nkunkuma» Nditsho neqabane lam selindijikele Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' intsente Kudala ndibon' izinto Sekulithuba ndiphansi kwelanga Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Hayi andizange Hayi andizange Hayi andizange Ndibon' intw' enjena Hayi andizange Hayi andizange Hayi andizange Ndibon' intw' enjena Ngoba… Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcweli' intsente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi
Песен-НИКИ
Загрузка...
Другие песни Nathi
Все песни →Похожие песни

Бигасс
SODA LUV
Ничего личного
Русский рэп201975,446

Бандана
Платина
РНБ КЛУБ
Русский рэп201859,980

Свадебное путешествие
Александр Буйнов
Острова любви
Русская эстрада199954,906

Каспий жағалауы
Azamat
Поп200134,438

Шпилька-каблучок
Лолита
Анатомия
Русская эстрада201433,308

Девочка 2D
Dead Rave
Singles 15-17
Русский рэп201828,891

