
Kukhw’a bantu kule ndawo Abafun’ubona ntwe ntle tu Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya Bath’uzenza ngcono, ngcon’ulandeli phupha lakho Ngcon’usabelu bizo lwakho, hayi Ngcono kuthwa uyaphambana, kunokuba Uphalale njengabo Xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi Xa ndidlula bayathetha, Akabulisi ucing’ubungcono Abasafuni nohlala nam Xandingena bayaphakama bahambe Uzos’imoshela abantwana lo bakahambe Bendifunu thando njena Kant’abantu balendawo banjaniiii Abafunu bona ntwentle tu Xa bebona omny’umntu ezama, bayonyanya Bath’uzenza ngcono Ngcon’ulandili phupha lakho Ngcon’usabelu bizo lwakho oohh Ngcono kuthwa uyaphambana kunokuba Uphalale njengabo Kanti abantu balendawo, abufunu bona ntwe ntle tu Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya Bath’uzenza ngcono
Песен-НИКИ
Загрузка...
Другие песни Nathi
Все песни →Похожие песни

Бигасс
SODA LUV
Ничего личного
Русский рэп201975,446

Бандана
Платина
РНБ КЛУБ
Русский рэп201859,980

Свадебное путешествие
Александр Буйнов
Острова любви
Русская эстрада199954,906

Каспий жағалауы
Azamat
Поп200134,438

Шпилька-каблучок
Лолита
Анатомия
Русская эстрада201433,308

Девочка 2D
Dead Rave
Singles 15-17
Русский рэп201828,891

