
Oh nkosi yam ubundithanda Ekulahlekeni kwam Oh nkosi yam waman' ulanda Futhi emkhondeni wam Ilizwi lakho nkosi yam Lindikhanyisele nam Nomoya wakho nkosi yam Usisonwabiso sam Ndingavuya nkosi Xa unoybon' imizamo yam Ndingavuya nkosi Xa unoybon' imizamo yam Ndingavuya nkosi Ndingavuya nkosi yam Ndingavuya nkosi Ndingavuya nkosi yam Noba mafu angasith' ilanga Ukhona awundishiyanga Uhamba nami lonk' ilanga Njengosana likunina Nob' umthyol' ezondilinga Izilingo zingaphezi Uhlale nam, ndiban' ndizifihla Ethunzini leempiko zakho Ndingavuya nkosi Xa unoybon' imizamo yam Ndingavuya nkosi Xa unoybon' imizamo yam Ndingavuya nkosi Ndingavuya nkosi yam Ndingavuya nkosi Ndingavuya nkosi yam Ndingavuya nkosi Xa unoybon' imizamo yam Ndingavuya nkosi Xa unoybon' imizamo yam Ndingavuya nkosi Ndingavuya nkosi yam Ndingavuya nkosi Ndingavuya nkosi yam
Песен-НИКИ
Загрузка...
Другие песни Nathi
Все песни →Похожие песни

Бигасс
SODA LUV
Ничего личного
Русский рэп201975,453

Бандана
Платина
РНБ КЛУБ
Русский рэп201859,984

Свадебное путешествие
Александр Буйнов
Острова любви
Русская эстрада199954,910

Каспий жағалауы
Azamat
Поп200134,442

Шпилька-каблучок
Лолита
Анатомия
Русская эстрада201433,312

Девочка 2D
Dead Rave
Singles 15-17
Русский рэп201828,895

