masiziyekelele (14.11.16)

masiziyekelele (14.11.16)

Akekho umunt' omhle njegawe
Uyangingcangcazelisa
Kunini sizibambile?
Sokhululeka phi, na?
Masiyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)
Mah ahh ahh!
Siziyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)
Abantu masibayeke
Abazazi intliziyo zethu
Ngoba kunini sizibambile
Sothandana phi, na?
Masiyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)
Mah ahh ahh!
Siziyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)
Side, side, sidebanye
Side, side, sidebanye
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
Ubunga ziyekelela
Siziyekelele, siziyekelele
Zi-ziyekelele, ndoziyekelele
Siziyekelele, siziyekelele
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele

Песен-НИКИ

Загрузка...

Другие песни Bongeziwe Mabandla

Все песни →

Похожие песни