
Andikwaz’ukulala ndicingana nawe Uzobuya nini? I need to hear your voice eb’suku nemini Baby wam', ndithanda wena wedwa Kutheni ungafun' uk’thanda mina ndedwa I need to feel you close to me Cause I can’t breathe without you Sthandwa sam' Bambo lwam' Why undenza so Kutheni undenza so Ndifun’ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sam Bambo lwami Why undenza so Kuthen’undenza so oh Ndifun’ukuhlala ndingowakho Buyela kum' Buyela kum' sthandwa Ntliziyo yam' ifuna wena Ooh nok’ba awundithandi Ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam' Time and time again Ndimane ndikhubeka Andimfun' omunye Ngaphandle kwakho Kodwa nd’yahluleka Wen’uyabaleka You don’t love me like I love you baby baby Mna ndifuna wena Wen' ufunomunye… Sthandwa sam' Bambo lwam' Why undenza so Kutheni undenza so Ndifun’ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sami Bambo lami Why undenza so Kuthen' undenza so oh Ndifun’ukuhlala ndingowakho Buyela kum' Buyela kum' sthandwa Ntliziyo yam' ifuna wena Ooh nok’ba awundithandi Ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam' Why you makin' me so crazy Wen' uyandphambanisa Hlal' undphazamisa Dlala ngenhliziyo yam' Tell me what I gotta do Phila ngaphandle kwakho and’cingi tu Why you makin' me so crazy Wen' uyandphambanisa Hlal' undphazamisa Dlala ngenhliziyo yam' Tell me what I gotta do To be with you Buyela kum' Buyela kum' sthandwa Ntliziyo yam' ifuna wena Ooh nok’ba awundithandi Ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey wam'
Песен-НИКИ
Загрузка...
Другие песни Amanda Black
Все песни →Похожие песни

Бигасс
SODA LUV
Ничего личного
Русский рэп201975,449

Бандана
Платина
РНБ КЛУБ
Русский рэп201859,980

Свадебное путешествие
Александр Буйнов
Острова любви
Русская эстрада199954,906

Каспий жағалауы
Azamat
Поп200134,438

Шпилька-каблучок
Лолита
Анатомия
Русская эстрада201433,308

Девочка 2D
Dead Rave
Singles 15-17
Русский рэп201828,891
