
Ekuqaleni kwakunzima ukuk’xelela Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame Wayinciba yonke intliziyo yami Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Phambi kok’ba ufike Ndandingayazi ukuba ndothini Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga
Песен-НИКИ
Загрузка...
Похожие песни

Бигасс
SODA LUV
Ничего личного
Русский рэп201975,449

Бандана
Платина
РНБ КЛУБ
Русский рэп201859,980

Свадебное путешествие
Александр Буйнов
Острова любви
Русская эстрада199954,906

Каспий жағалауы
Azamat
Поп200134,438

Шпилька-каблучок
Лолита
Анатомия
Русская эстрада201433,308

Девочка 2D
Dead Rave
Singles 15-17
Русский рэп201828,891